Umateyu 17:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenziwa waba kumila kumbi phambi kwabo, bathi ubuso bakhe bakhazimla njengelanga, zasuka ke iingubo zakhe zamhlophe njengokukhanya.

Umateyu 17

Umateyu 17:1-5