Umateyu 16:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba, kumnceda ntoni na umntu, ukuba uthe wazuza ihlabathi liphela, waza wonakalelwa ke ngumphefumlo wakhe? Okanye worhola ntoni na umntu, ibe sisananelo somphefumlo wakhe?

Umateyu 16

Umateyu 16:20-28