Umateyu 16:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wajika ke wathi kuPetros, Suka uye emva kwam, Sathana,* usisikhubekiso kum; ngokuba ungazinyamekeli ezikaThixo izinto, unyamekela ezabantu.

Umateyu 16

Umateyu 16:20-28