Umateyu 14:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba uHerode wambamba uYohane, wambopha, wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya, umfazi kaFilipu, umninawa wakhe.

Umateyu 14

Umateyu 14:1-11