Umateyu 14:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngelo xesha uHerode, umphathi wesahlulo sesiné selizwe, waluva udaba lukaYesu,

2. wathi kubakhonzi bakhe, Lo nguYohane umbhaptizi. Yena uvukile kwabafileyo; ngenxa yoko le misebenzi yamandla iyasebenza kuye.

Umateyu 14