Umateyu 13:55 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lo asinguye na unyana wengcibi yokwakha? Unina akuthiwa na nguMariya? Nabazalwana bakhe asingooYakobi, noYose, noSimon, noYuda, yini na?

Umateyu 13

Umateyu 13:49-57