Umateyu 13:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuze kuzaliseke okwathethwayo ngomprofeti, esithi,Ndiya kuwuvula ngemizekeliso umlomo wam,Ndiya kukhupha izinto ezazifihliwe kwasekusekweni kwehlabathi.(INdum. 78:2)

Umateyu 13

Umateyu 13:26-43