Umateyu 12:49-50 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

49. Esolule isandla sakhe phezu kwabafundi bakhe, uthe, Nanku uma nabazalwana bam;

50. kuba osukuba ekwenza ukuthanda kukaBawo osemazulwini, yena lowo ngumzalwana wam, nodade wethu, noma.

Umateyu 12