Umateyu 12:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amadoda aseNineve aya kusuka eme ngomgwebo nesi sizukulwana, asigwebe; ngokuba aguquka wona ngomemezo lukaYona; ke omkhulu kunoYona nanku apha.

Umateyu 12

Umateyu 12:34-50