Umateyu 12:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

okokuba wangena endlwini kaThixo, wazidla izonka ezibekwa phambi koThixo, ekube kungavumelekile ukuba azidle yena, kwanabo babenaye, kuvumelekele ababingeleli bodwa?

Umateyu 12

Umateyu 12:1-5