Umateyu 12:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaza kwaziswa kuye ophethwe yidemon, eyimfama, esisidenge; wamphilisa, wada lowo uyimfama usisidenge wathetha, wabona nokubona.

Umateyu 12

Umateyu 12:20-28