Umateyu 11:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

iimfama zibuya zibone, neziqhwala ziyahamba; abaneqhenqa bayahlanjululwa, nezithulu ziyeva; abafileyo bayavuswa, namahlwempu ayazishunyayezwa iindaba ezilungileyo.

Umateyu 11

Umateyu 11:4-7