Umateyu 11:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nawe Kapernahum, uphakanyiselweyo ezulwini, uya kuphoselwa phantsi kwelabafileyo; ngokuba imisebenzi yamandla eyenzeke kuwe, ukuba yayenzeke eSodom, inge ihleli kwada kwaba namhla.

Umateyu 11

Umateyu 11:14-30