Umateyu 11:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba lo ngulowo kubhaliweyo ngaye, kwathiwa,Yabona, mna ndiyasithuma isithunywa sam ngaphambi kobuso bakho,Esiya kuyilungisa indlela yakho phambi kwakho.(UMal. 3:1)

Umateyu 11

Umateyu 11:7-18