Umateyu 10:7-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Ekuhambeni kwenu ke vakalisani, nisithi, Ubukumkani bamazulu busondele.

8. Philisani imilwelwe, hlambululani abaneqhenqa, vusani abafileyo, khuphani iidemon; namkéle ngesisa, yiphani ngesisa.

9. Ningaziqwebeli golide nasilivere nalubhedu emibhinqweni yenu;

10. nangxowa yandlela, nangubo zangaphantsi ngambini, nambadada, namsimelelo; kuba umsébenzi ufanelwe kukudla kwakhe.

Umateyu 10