Umateyu 10:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lowo wamkela umprofeti egameni lomprofeti, uya kwamkela umvuzo womprofeti; nalowo wamkela ilungisa egameni lelungisa, uya kwamkela umvuzo welungisa.

Umateyu 10

Umateyu 10:38-42