Umateyu 10:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lowo uthanda uyise nokuba ngunina kunam, akandifanele mna; nalowo uthanda unyana wakhe nokuba yintombi yakhe kunam, akandifanele mna.

Umateyu 10

Umateyu 10:35-42