Umateyu 10:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa sukuba ke benitshutshisa kuloo mzi, sabelani kuwumbi; kuba inene ndithi kuni, Aniyi kukha niyigqibe imizwi yakwaSirayeli, engekafiki uNyana woMntu.

Umateyu 10

Umateyu 10:14-26