Umarko 9:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuba ehleli phantsi, wababiza abalishumi elinababini, wathi kubo, Ukuba ubani uthanda ukuba ngowokuqala, woba ngowokugqibela kwabo bonke, nomlungiseleli wabo bonke.

Umarko 9

Umarko 9:25-42