Umarko 9:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bamzisa kuye. Akumbona, wesuka kwaoko umoya, wambetha wee xhwenene; wawa emhlabeni, wamana eqikaqikeka, elephuza amagwebu.

Umarko 9

Umarko 9:18-26