Umarko 9:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayesithi kubo, Inene ndithi kuni, Kukho abathile kwabemiyo apha, abangayi kukha beve kufa bona, bade babubone ubukumkani bukaThixo busiza ngamandla.

Umarko 9

Umarko 9:1-7