Umarko 8:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba othe wathanda ukuwusindisa umphefumlo wakhe, wolahlekelwa nguwo; ke yena othe wawulahla umphefumlo wakhe ngenxa yam, nangenxa yeendaba ezilungileyo ezi, wowusindisa.

Umarko 8

Umarko 8:34-38