Uthe ke yena, ejikile, wabakhangela abafundi bakhe, wamkhalimela uPetros, esithi, Suka uye emva kwam, Sathana;* ngokuba ungĂ zinyamekeli ezikaThixo izinto, unyamekele ezabantu.