Umarko 8:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma uYesu nabafundi bakhe, waya emizini yaseKesareya kaFilipu; waye endleleni ebabuza abafundi bakhe, esithi kubo, Kuthiwa ngabantu ndingubani na mna?

Umarko 8

Umarko 8:21-30