Umarko 8:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe, eyibambe ngesandla imfama, wayirholela ngaphandle komzi; watshica emehlweni ayo, wabeka izandla phezu kwayo, wayibuza ukuba ibona nto na?

Umarko 8

Umarko 8:13-28