Umarko 8:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekwazi oko uYesu, athi kubo, Yini na ukuba nicamange, ngokuba ningenazonka? Anikaqiqi na, anikaqondi na?

Umarko 8

Umarko 8:13-23