Umarko 7:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ke wathi kubo, Watyapha uIsaya ukuprofeta ngani, bahanahanisi, njengokuba kubhaliwe kwathiwa,Aba bantu bandibeka ngomlomo,Kanti yona intliziyo yabo ikude lee kum.

Umarko 7

Umarko 7:1-15