Umarko 7:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ke nina nithi, Ukuba umntu uthe kuyise nokuba kukunina, Ingumsondezo, oko kukuthi, ingumnikelo kuThixo into ongewuba uncedwa ngayo ndim, ukholisile;

Umarko 7

Umarko 7:7-18