Umarko 6:51 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenyuka waya kubo emkhombeni, wadamba umoya. Bathi nqa ngaphakathi kwabo ngokuncamisileyo kunene, bamangaliswa;

Umarko 6

Umarko 6:50-54