Umarko 6:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi ekhangele ezulwini wasikelela, waziqhekeza izonka, wanika abafundi bakhe, ukuba babeke phambi kwabo; wathi neentlanzi zombini wazabela bona bonke.

Umarko 6

Umarko 6:33-48