Umarko 6:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lo akayiyo na ingcibi yokwakha, unyana kaMariya, umzalwana ke kaYakobi noYose noYuda noSimon? Noodade babo àbakuthi apha na? Baye bekhubeka kuye.

Umarko 6

Umarko 6:1-11