Umarko 6:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba uHerode ngokwakhe wabethé wathuma, wambamba uYohane, wambopha entolongweni, ngenxa kaHerodiya, umfazi kaFilipu umzalwana wakhe; kuba ebemzekile.

Umarko 6

Umarko 6:15-19