Umarko 5:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Basuka bamwa ngentsini. Athi akubakhupha bona bonke, amthabathe uyise womntwana nonina, nabo babenaye, angene apho wayelele khona umntwana.

Umarko 5

Umarko 5:37-43