Umarko 5:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa uYesu akamvumelanga. Usuke wathi kuye, Hamba, uye endlwini yakho kwabakowenu, ubabikele oko zingako ukuba zinkulu izinto ekwenzele zona iNkosi, yaba nenceba engaka kuwe.

Umarko 5

Umarko 5:17-24