Umarko 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathe ke abo babezalusa iihagu basaba, babika ekhaya nasemaphandleni. Baphuma ke baya kuyibona loo nto ihlileyo, ukuba iyintoni na.

Umarko 5

Umarko 5:13-24