Umarko 3:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akuba ebasingasingile ngengqumbo, ebuhlungu ngenxa yokuqaqadeka kwentliziyo yabo, uthi kumntu lowo, Solule isandla sakho. Wasolula, sabuya saphila ke isandla sakhe, saba kwanjengesinye.

Umarko 3

Umarko 3:3-10