Umarko 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYesu kubo, Banako yini na abegumbi lomtshakazi ukuzila ukudla, xa anabo umyeni? Lo gama wonke asekubo umyeni, abanako ukuzila ukudla.

Umarko 2

Umarko 2:17-21