Umarko 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekuvile ke oko uYesu, wathi kubo, Akufuneki gqirha kwabaphilileyo lifuneka kwabafayo. Andizé kubiza malungisa, ndizé kubiza aboni, ukuba baguquke.

Umarko 2

Umarko 2:10-23