Umarko 16:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku wathi uYesu, evuke ekufeni kusasa ngolokuqala usuku lweveki, wabonakala kuqala kuMariya waseMagadala, awayekhuphe kuye iidemon zasixhenxe.

Umarko 16

Umarko 16:6-16