Umarko 16:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

baya kuphatha iinyoka; nokuba bathe basela into ebulalayo, ayikukha ibenzakalise bona; baya kubeka izandla phezu kwemilwelwe, iphile.

Umarko 16

Umarko 16:11-20