Umarko 16:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kamva wabonakalaliswa kwabalishumi elinamnye, behleli ngasesithebeni; wakungcikiva ukungakholwa kwabo, nobulukhuni beentliziyo zabo; ngokuba bengakholwanga ngabo babembonile evukile.

Umarko 16

Umarko 16:6-17