Umarko 15:43 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kweza uYosefu, owaseArimati, umphakathi obekekileyo, owayebulindile naye ubukumkani bukaThixo; waya kungena ngobuganga kuPilato, wacela umzimba kaYesu.

Umarko 15

Umarko 15:42-46