Umarko 15:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya ke uPilato wambuza, esithi, Akuphenduli nento na? Khangela ukuba zininzi kwazo iindawo abazingqina ngawe.

Umarko 15

Umarko 15:1-14