Umarko 15:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wagidima ke omnye, wazalisa imfunxa ngeviniga, wayifaka engcongolweni, wamseza, esithi, Khanenze kuhle, khe sibone ukuba uEliya woza kumthula na.

Umarko 15

Umarko 15:34-43