Umarko 15:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokukwanjalo nababingeleli abakhulu, bedlala ngaye phakathi kwabo, benababhali, babesithi, Abanye wabasindisa; yena ngokwakhe akanakuzisindisa.

Umarko 15

Umarko 15:27-33