Umarko 15:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uPilato kubo, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bancamisayo ukunkqangaza, besithi, Mbethelele emnqamlezweni!

Umarko 15

Umarko 15:12-24