Umarko 14:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe akubuya, wabafumana bebuye balala; kuba amehlo abo ayenzima bubuthongo; baye bengazi into abangamphendula yona.

Umarko 14

Umarko 14:31-46