Umarko 13:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo; kuya kubakho neendlala neenkathazeko; ziingqaleko ke zenimba ezo.

Umarko 13

Umarko 13:5-9