Umarko 13:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

njengokuba wathi umntu ehambela kwelinye, eshiya indlu yakhe, wabanika igunya abakhonzi bakhe, elowo wamnika umsebenzi wakhe, waza umgcini-mnyango wamwisela umthetho ukuba alinde.

Umarko 13

Umarko 13:26-37