Umarko 13:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba yona loo mihla iya kuba yimbandezelo, engazanga ibekho enjalo kwasekuqalekeni kwendalo awayidalayo uThixo, kwada kwakalokunje; engasayi kubuya ibekho.

Umarko 13

Umarko 13:16-25